Thursday , July 18 2024

Joyous Celebration ft. Nobathembu Mabeka – Ngiphete’ Ungqo Lyrics

Welcome to our Music & Lyrics section. You are reading Joyous Celebration ft. Nobathembu Mabeka – Ngiphete’ Ungqo Lyrics. Download the audio by clicking the download button at the bottom of this page. Be blessed as you sing along.

Joyous Celebration ft. Nobathembu Mabeka – Ngiphete’ Ungqo Lyrics

Andiphathi andiphathwa andithinti
Andithintwa, andibhekabheki
Andikhathazeki, yebooooooo
Andushukunyiswa ngiphethu ngqo wevangeli
Andiphathi andiphathwa ndiyiNtombi egcwele
Luthoooo andiphatha andiphathwa
NdiyiNtombi yevangeli
Andibhekabheki ndingumama ogcwele chaaaa
Andibhekabheki ngingumama wevangeli
Andithithi andithintwa ndiyiNsizwa egcwele luthooooo
Andithi andithintwa ndiyiNsizwa yevangeli
Andishukunyiswa ndinguTata ogcwele chaaaa
Andishukunyiswa ndinguTata wevangeli

DOWNLOAD MUSIC

Thank you for reading Joyous Celebration ft. Nobathembu Mabeka – Ngiphete’ Ungqo Lyrics. Check out more lyrics on our Music & Lyrics section.